Archives for October 9, 2017
Harmony Prayer – Xhosa version
Harmony Prayer in Xhosa Version
Umthandazo Woxolo Womhlaba Jikelele
(Harmon Prayer in Xhosa language: South Africa)
O Nkosi, ndikhalela uxolo:
Hlambulula amehlo am, ndilubone uxolo;
Hlambulula ingqondo yam, ndiluqonde uxolo;
Hlambulula intliziyo yam, ndiluthande uxolo;
Hlambulula inkumbulo yam, ndikhumbule kuphela;
Uxolo oluvela eluthandweni lwakho nasemfesaneni yakho.
Unga umbono wam woxolo
Ungavela kwiincinga zakho.
O Nkosi, ngendlela zonke ezahlukaneyo,
Uzibonakalisa ubukho bakho
Nothando lwakho olungenamda eluntwini.
Unakekela konke,
Uthethana nako konke.
Ndenze, Nkosi, ndibe ngumqondiso woxolo lwakho:
Ndiphilele ukuthethana kunye nawe,
Ndikuqonde ukuthula kwakho,
Ndibufune ubukho bakho;
Ukuthethana nesiqu sam,
Ndiqonde intsingiselo yobom bam;
Ukuthethana nabanye abantu,
Ndikwazi ukusebenzisana nabo ngemvisiswano;
Ukuthethana nendalo yonke,
Ukuze ndikwazi ukuwunakekela umhlaba.
Ndiphe, Nkosi kwanabo
Abaneetliziyo ezinyanisekileyo,
Abakholelwa eluthandweni lwakhe
Nasemfesaneni yakho,
Isibindi sokufela ukulamla phakathi
Kweembabano nezantlukwano zalomhlaba.
Mandikwazi, Nkosi, ukuluncoma phandle uxolo lwakho.
Amen.
Harmony Prayer – Zulu version
Harmony Prayer in Zulu Version
Umthandazo Woxolo Womhlaba Jikelele
(Harmony Prayer in Zulu language: South Africa)
(Ukuthandazwa ngababantu kunye)
O Nkosi, sikhalela uxolo:
Hlambulula amehlo ethu, silubone uxolo;
Hlambulula iingqondo zethu, siluqonde uxolo;
Hlambulula iintliziyo zethu, siluthande uxolo;
Hlambulula iinkumbulo zethu, sikhumbule kuphela
Uxolo oluvela eluthandweni lwakho nasemfesaneni yakho.
Inga imibono yethu yoxolo
Ingavela kwiincinga zakho.
O Nkosi, ngendlela zonke ezahlukaneyo,
Uzibonakalisa ubukho bakho
Nothando lwakho olungenamda eluntwini
Unakekela konke,
Uthethana nako konke.
Senze, Nkosi, sibe ngumqondiso woxolo lwakho:
Siphilele ngokuthethana kunye nawe,
Sikuqonde ukuthula kwakho,
Sibufune ubukho bakho;
Ukuthethana neziqu zethu,
Siyinqonde intsingiselo yobomi bethu;
Ukuthethana nabanye abantu,
Sikwazi ukusebenzisana nabo ngemvisiswano;
Ukuthethana nendalo yonke,
Ukuze sikwazi ukuwunakekela umhlaba.
Siphe, Nkosi kwanabo
Abaneetliziyo ezinyanisekileyo,
Abakholelwa eluthandweni lwakho
nasemfesaneni yakho,
Isibindi sokufela ukulamla phakathi
Kweembambano nezantlukwano zalomhlaba.
Masikwazi, Nkosi, ukuluncoma phandle uxolo lwakho.
Amen.
Harmony Prayer – Spanish version
Harmony Prayer in Spanish Version
Oración De La Armonia
Oh Señor, a ti damo pi diendo paz
Purifica mis ojos para ver lapaz.
Purifica mi mente para entender la paz
Purifica mi corazón para amor la paz
Purifica mi memoria para trabajar por la paz ;
La paz que viene de tu amor y de tu compasión.
O Señor, mantén en mi la vision de paz
Siguindo lo que tú me inspires
Porque Tú tienes muchas maneras de revelar
Tu presencia y amor a la humanidad
Tú estás en dialogo con todo y por todos.
Hazme, Señor un signo de tu paz
Viviendo una vida-en-dialogo contigo
Para entender tu silencio y buscar tu presencia;
En dialogo con mi misma
Para rediscubrir elsentido de la vida;
En dialogo con los demás
Para moverme al unisono y armonia con todo;
Y en dialogo con la creación para cuidar de la tierra
Dame, Señor la necesaria fortaleza
Para vivir en dialogo en medio de divisiones y confliciones,
Y para construir la paz con todos los hombres
Y mujeres de corazón sincero
Que creen en tu amor y en tu compassion.
Amen..
Harmony Prayer – Polish version
Harmony Prayer in Polish Version
MODLITWA HARMONII
O Panie proszê Ciê o pokój,
oczy.ã moje oczy,
abym mógl dojrzeã pokój,
oczy.ã mój umysl
abym mógl zrozumieã pokój,
oczy.ã moje serce,
abym mógl pokochaã pokój,
oczy.ã moj¹ pamiêã,
abym mógl pracowaã dla pokoju;
tego pokoju, który pochodzi z Twojej milo.ci
i z Twojego milosierdzia.
O Panie zachowujesz moje spojrzenie w pokoju,
gdy pod¹¿am za tym, czym Ty mnie inspirujesz;
Ty masz wiele sposobów, aby objawiã
Twoj¹ obecno.ã
i Twoj¹ milo.ã dla ludzko.ci,
ale Twój sposób dzialania jest staly:
byã w dialogu ze wszystkimi
i troszczyã siê o wszystkich
O Panie, spraw, abym byl znakiem Twojego pokoju:
abym ¿yj¹c w dialogu z Tob¹ ,
mógl zrozumieã Twoje milczenie
i szukaã Twojej obecno.ci;
abym ¿yj¹c w dialogu ze samym sob¹
mógl odkryã sens mojego ¿ycia;
abym ¿yj¹c w dialogu z innymi
mógl kroczyã w harmonii ze wszystkimi;
i abym ¿yj¹c w dialogu ze stworzeniem
mógl troszczyã siê o ziemiê.
O Panie, daj mi odwagê,
aby ¿yã w dialogu
po.ród podzialów i konfliktów
i budowaã pokój razem z wszystkimi ludêmi
dobrej woli, którzy wierz¹
w Twoj¹ milo.ã i w Twoje milosierdzie.
Amen
Harmony Prayer – Japanese version
Harmony Prayer in Japanese Version
一致の祈り
おお主よ、私は平和を求めて叫びます。
私の目を清めてください、平和を見ることができるように。
私の知性を清めてください、平和を理解できるように。
私の心を清めてください、平和を愛せるように。
私の記憶を清めてください、平和のために働けるように。
あなたの愛と慈しみによる平和を私は求めます。
おお主よ、あなたの霊に従おうとする私の平和への望みをお支えください。
あなたは様々な方法をもって人類への現存と愛とを示してくださいます。
でも、あなたのなさりかたはいつも変わることなく、
あなたは全てのものとの対話の中におられ、全てに心をかけてくださいます。
おお主よ、私をあなたの平和のしるしとしてください。
あなたとの対話の中に生きることによって
あなたの沈黙を理解し、あなたの現存を見出せますように。
自分自身との対話の中に生きることによって
私の人生の意味を再発見できますように。
ほかの人々との対話の中に生きることによって
全ての人々と一致してひとつになっていけますように。
全世界との対話の中に生きることによって
地球を大切にできますように。
おお主よ、私に勇気をお与えください。
分裂と争いのまっただ中でも対話の中に生きることができますように。
あなたの愛と哀れみに信頼している真心を持った全ての人々と
平和を築いていくことができますように。
アーメン。